John 4:45 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni ke wafika e‐Galili, ati ama‐Galili amamkela, ezibonile nje zonke izinto wazenzayo e‐Yerusaleme emtendelekweni: ngokuba nawo ebeye emtendelekweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xenikweni ngoko wafikayo kwelaseGalili, bamamkela abaseGalili ababezibonile zonke izinto awazenzayo eYerusalem emthendelekweni; kuba babeyile nabo emthendelekweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xenikweni ngoko wafikayo kwelaseGalili, bamamkela abaseGalili ababezibonile zonke izinto awazenzayo eYerusalem emthendelekweni; kuba babeyile nabo emthendelekweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa akufika eGalili abantu balapho bamamkela. Babezibonile zonke izinto awazenzáyo kwitheko *lePasika eJerusalem, kuba nabo babeyile kweso sidlo.