John 4:46 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo u‐Yesu wabuya weza e‐Kana yase‐Galili, apo abewenzile amanzi iveyine. Kwabekuko inkosana etile unyana wayo ebesifa e‐Kapenayume.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya ngoko weza uYesu eKana yelaseGalili, apho amanzi ebewenze iwayini. Kwaye kukho igosa lakomkhulu elithile, elinyana wayesifa eKapernahum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya ngoko weza uYesu eKana yelaseGalili, apho amanzi ebewenze iwayini. Kwaye kukho igosa lakomkhulu elithile, elinyana wayesifa eKapernahum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphinda uYesu wahambela eKana kwelaseGalili, apho wawaguqulayo amanzi aba yiwayini. Kwakukho igosa elithile lakomkhulu apho elaligulelwa ngunyana walo eKapernahum.