John 4:47 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yati yona le yakuva ukuba u‐Yesu ebepumile e‐Judeya wafika e‐Galili, yaya kuye, yamtandaza ukuba ehle ampilise unyana wayo: ngokuba ebeza kufa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lithe lakuva lona ukuba uYesu uphumile kwaYuda, wafika kwelaseGalili, laya kuye, lamcela ukuba ehle amphilise unyana walo, kuba ebeza kubhubha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lithe lakuva lona ukuba uYesu uphumile kwaYuda, wafika eGalili, laya kuye, lamcela ukuba ehle amphilise unyana walo, kuba ebeza kubhubha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lakuva ukuba uYesu ufikile eGalili, evela kwelakwaJuda, laya kuye, lambongoza okokuba ehle aye eKapernahum, aphilise unyana walo owayegulela ukufa.