John 4:48 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Yesu kuyo: Xeshekweni ningaboni imiqondiso nemimangaliso, anisayi kukolwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ngoko uYesu kulo, Ukuba anithanga nibone imiqondiso nemimangaliso, anisayi kukha nikholwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ngoko uYesu kulo, Ukuba anithanga nibone imiqondiso nemimangaliso, anisayi kukha nikholwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wathi kulo: “Nina aningekhe nikholwe ukuba anithanga nabona imiqondiso nemimangaliso!”