John 4:49 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yati inkosana kuye: Nkosi! yihla engekabubi umntwana wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lithi kuye igosa lakomkhulu, Nkosi, yihla, engekabhubhi umntwana wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lithi kuye igosa lakomkhulu, Nkosi, yihla engekabhubhi umntwana wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Igosa lakomkhulu ke lathi kuye: “Nkosi, nceda uze engekabhubhi umntwana wam.”