John 4:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Weza kufika ngoko esixekweni sase‐Samariya esi‐kutiwa yi‐Sikare, kufupi nesahlulo somhlaba esanikwayo ngu‐Yakobi kunyana wake u‐Josefe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ifike ke emzini welamaSamariya ekuthiwa yiSikare, kufuphi nomhlaba awathi uYakobi wawunika uYosefu unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafika kwidolophu yaseSamariya ekuthiwa yiSikare, kufuphi nendawo awathi uYakobi wayinika uJosefu unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wafika kwidolophu yaseSamariya ekuthiwa yiSikare, kufuphi nendawo awathi uYakobi wayinika uJosefu unyana wakhe.