John 4:50 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yesu kuyo: Hamba; unyana wako upilile. Waza umntu lowo wakolwa lilizwi abelitetile kuye u‐Yesu, wahamba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi uYesu kulo, Hamba uhambe; unyana wakho uhleli.Wakholwa umntu lowo lilizwi awalithethayo uYesu kuye, wahamba ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi uYesu kuyo, Hamba uhambe; unyana wakho uhleli. Wakholwa umntu lowo lilizwi awalithethayo uYesu kuye, wahamba ke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wathi kulo: “Goduka; unyana wakho uphilile.” Indoda leyo yakholwa ngamazwi kaYesu, yahamba.