John 4:53 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wazi ngoko uyise ukuba bekungaleyo iyure abetshilo u‐Yesu kuye ngayo ukuti: Unyana wako upilile. Waza wakolwa yena, nendlu yake yonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazi ngoko uyise, ukuba bekukwangelo lixa abethe ngalo uYesu kuye, Unyana wakho uhleli; wakholwa, yena nendlu yakhe iphela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazi ngoko uyise, ukuba bekukwangelo lixa abethe ngalo uYesu kuye, Unyana wakho uhleli; wakholwa, yena nendlu yakhe iphela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakhumbula ke uyise ukuba kwakungêlo xesha kanye uYesu awatsho ngalo kuye ukuthi: “Unyana wakho uphilile.” Lakholwa ke igosa lakomkhulu, yakholwa nendlu yalo yonke.