John 4:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku umtombo ka‐Yakobi ubukona. U‐Yesu ngoko, ediniwe ngokuhamba kwake, ebehleli njalo ngasemtonjeni. Ibiyiyure yanga yeyesitandatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku umthombo kaYakobi ubukhona. Uthe ke ngoko uYesu, ebulalekile kukuhamba, wahlala enjalo phezu komthombo; ilixa ngathi belilelesithandathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lalilapho iqula likaYakobi. Uthe ke ngoko uYesu, ebulalekile kukuhamba, wahlala enjalo phezu komthombo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lalilapho iqula likaYakobi, waza wathi uYesu, ediniwe luhambo, wahlala phantsi ngasequleni apho. Kwakusemini emaqanda.