John 4:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(Ngokuba abadisipile bake bebemkile ukuya esixekweni, ukuze batenge ukutya.)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
(Kuba abafundi bakhe bebemke baya kuthenga ukudla emzini apho.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
(Kuba abafundi bakhe bebemke baya kuthenga ukudla esixekweni.)
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abafundi bakhe babengekho, beye kuthenga ukutya edolophini.