John 5:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa lowo wapiliswayo ebengazi ukuba ungubanina: ngokuba u‐Yesu ebenyebelezile, isihlwele sisendaweni leyo nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, owaphiliswayo ebengazi ukuba ngubani na; kuba uYesu wathi shwaka, kwakubon ukuba kukho izihlwele kuloo ndawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, owaphiliswayo ebengazi ukuba ngubani na; kuba uYesu wathi shwaka, kwakubon’ ukuba kukho izihlwele kuloo ndawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa lowo waphiliswayo wayengamazi okokuba ungubani owamphilisayo, kuba kwakukho abantu abaninzi apho, noYesu wayeselemkile.