John 5:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Emveni kwoku u‐Yesu wamfumana etempileni, wati kuye: Kangela, wenziwe upilile: ungabi sona, ukuze ungahlelwa yinto embi kulé.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emveni kwezi zinto, uYesu umfumana etempileni, athi kuye, Uyabona, uphilile; musa ukuba sona, ukuze ungahlelwa yinto embi kunaleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi emveni kwezi zinto, uYesu umfumana etempileni, athi kuye, Uyabona, uphilile;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi emva koko uYesu waphinda wadibana naye *endlwini kaThixo, wathi: “Khangela, uphilile ngoku. Yahlukana nesono, hleze uhlelwe yinto embi kunale.”