John 5:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wemka umntu lowo, washumayela kuma‐Juda ukuba ngu‐Yesu owampilisayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wemka umntu lowo, waxela kumaYuda, ukuba nguYesu omenze waphila.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wemka umntu lowo, waxela kumaYuda, ukuba nguYesu omenze waphila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wahamba ke umntu lowo, waya kuwaxelela amaJuda ukuba nguYesu owamphilisayo.