John 5:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uyise emtanda unyana, ambonise zonke izinto azenzayo yena; waeya kumbonisa imisebenzi emikulu kulé, ukuze niti nqa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba uYise uyamthanda uNyana, ambonise izinto zonke azenzayo yena; uya kumbonisa nemisebenzi emikhulu kunale, ukuze nina nimangaliswe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uYise uyamthanda uNyana, embonisa zonke izinto azenzayo yena; uya kumbonisa nemisebenzi emikhulu kunale, ukuze nina nimangaliswe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba uYise uyamthanda uNyana, embonisa zonke izinto azenzayo. Kwaye uya kumbonisa nezenzo ezikhulu kunezi, nitsho nimangaliswe;