John 5:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba njengokuba uyise ebavusa abafileyo, abadlise ubomi, kwa njalo nonyana uyabadlisa ubomi abo atandayo ukubadlisa ubomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, njengoko uYise abavusayo abafileyo, abadlise ubomi, kwangokunjalo noNyana ubadlisa ubomi abo athandayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, njengoko uYise abavusayo abafileyo, abadlise ubomi; kwangokunjalo noNyana ubadlisa ubomi abo athandayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba kwanjengoko uYise abavusayo abafileyo, abadlise ubomi, ngokunjalo noNyana ubadlisa ubomi abo athandayo ukubadlisa.