John 5:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze bonke bambeke unyana, njengokuba bembeka uyise. Lowo ungambeki unyana, akambeki uyise owamtumayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze bonke bambeke uNyana, kwanjengoko bambekayo uYise.Lowo ungambekiyo uNyana, akambeki uYise owamthumayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze bonke bambeke uNyana, kwanjengoko bambekayo uYise. Lowo ungambekiyo uNyana, akambeki uYise owamthumayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukuze bonke bamhlonele uNyana njengoko bamhlonelayo uYise. Lowo ke ungamhlonelanga uNyana, akamhloneli noYise owamthumayo.