John 5:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuni: Oti alive ilizwi lam, akolwe kulowo wanditumayo, unobomi obungunapakade, akezi ekugwetyweni kanjalo, koko epumile ekufeni wangena ebomini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inene, inene, ndithi kuni, Lowo ulivayo ilizwi lam, akholwe ngulowo wandithumayo, unobomi obungunaphakade; akezi ekugwetyweni; uphume ekufeni, wangena ebomini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Inene, inene, ndithi kuni, Lowo ulivayo ilizwi lam, akholwe ngulowo wandithumayo, unobomi obungunaphakade; akezi ekugwetyweni; uphume ekufeni wangena ebomini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndithi kuni, inene, lowo uwevayo amazwi am, abe ekholwa kulowo undithumileyo, unobomi obungunaphakade. Yena akayi kugwetywa nokugwetywa, kuba selephumile ekufeni wangena ebomini.