John 5:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba njengokuba uyise enobomi kuye ngokwake, kwa njalo wanika nonyana ukuba abe nobomi kuye ngokwake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba njengokuba uYise enabo ubomi kuye ngokwakhe, ngokunjalo wamnika noNyana ukuba abe nobomi kuye ngokwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba njengokuba uYise enabo ubomi kuye ngokwakhe; ngokunjalo wamnika noNyana ukuba abe nobomi kuye ngokwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYise, umthombo odlisa ubomi, ukunike noNyana ukudlisa ubomi.