John 5:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wamnika negunya lokuba enze ukugweba nako, ngokokuba engunyana wesintu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamnika negunya lokugweba; ngokuba enguNyana woMntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamnika negunya lokugweba, ngokuba enguNyana woMntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kananjalo umnike negunya lokugweba, kuba yena *enguNyana woLuntu.