John 5:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andingenze nto mna ngokwam; njengokuba ndisiva, ndiyagweba: kanjalo ukugweba kwam kulungile; ngokuba ndingafuni intando yam, koko ndifuna intando kabawo owanditumayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ngokwam andinakwenza nto; njengoko ndivayo, ndigweba ngako, nomgwebo wam ububulungisa; ngokuba andifuni kuthanda kwam, ndifuna ukuthanda kukaBawo owandithumayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ngokwam andinakwenza nto; njengoko ndivayo, ndigweba ngako, nomgwebo wam ububulungisa; ngokuba andifuni kuthanda kwam, ndifuna ukuthanda kukaBawo owandithumayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Mna ngokwam andinakwenza nto. Ndigweba njengoko ndiyalelweyo, kwaye ukugweba kwam kufanelekile, kuba andinanjongo yakwenza ntando yam, koko ndenza ukuthanda kwalowo undithumileyo.