John 5:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uko omnye onqi̔nayo ngam; ndiyazi ke ukuba ubunqi̔na abunqi̔nayo ngam buyinene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kukho omnye ongqinayo ngam; ndiyazi ke, ukuba buyinene ubungqina abungqinayo ngam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kukho omnye ongqinayo ngam; ndiyazi ke, ukuba buyinene ubungqina angqinayo ngam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ndinomnye ongqina ngam, kwaye ndiyazi ukuba ubungqina bakhe abuthandabuzeki.