John 5:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa abuveli emntwini ubunqi̔na endibamkelayo mna; koko ezizinto ndiziteta, ukuze nisindiswe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ke andamkeli bungqina mntwini; ndizithetha ezi zinto, ukuze nina nisindiswe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ke andamkeli bungqina mntwini; ndizithetha ezi zinto, ukuze nina nisindiswe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Anditsho kuba mna ndixhomekeke ekungqinelweni ngumntu, koko nditsho ukuze nina nisindiswe.