John 5:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nelizwi lake aninalo lona lihlala kuni; ngokuba lowo amtumileyo yena, ningakolwa nguye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nezwi lakhe aninalo lihleli, kuni; ngokuba lowo uthunywe nguye, ningakholwa nguye nina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilizwi lakhe alihlali kuni, kuba anikholwa kulowo amthumileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ilizwi lakhe alibanga nandawo yakuhlala kuni, kuba anikholwa kulowo amthumileyo.