John 5:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko ndinazi nina, ukuba utando lukatixo aninalo kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiyanazi nina, ukuba uthando lukaThixo aninalo ngaphakathi kwenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiyanazi nina, ukuba uthando lukaThixo aninalo ngaphakathi kwenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa nina niyakufuna, kuba kaloku ukumthanda uThixo akukho kuni.