John 5:46 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba nibe nikolwa ngu‐Mosesi nje, ngeniba nikolwa ndim; ngokuba yena waba̔la ngam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, ukuba benikholiwe nguMoses, ninge nikholiwe ndim;kuba yena wabhala ngam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba benikholiwe nguMoses, ninge nikholiwe ndim, kuba yena wabhala ngam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ukuba benikwamkela okubhalwe nguMosis, ngenindamkela nam, kuba uMosis wabhala ngam.