John 5:47 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba anikolwa zimba̔lo zake, noti nina ukukolwa ngamazwi am?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba anikholwa zizibhalo zakhe yena, ningathini na ukukholwa ngawam amazwi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba anikholwa zizibhalo zakhe, nothini na ukukholwa ngamazwi am?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukuba anikwamkeli oko wakubhalayo uMosis, beningathini kakade ukuwamkela amazwi am?”