John 5:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuti u‐Yesu wabona lo elele, wazi nokwazi ukuba kwasekukade enjalo, wati kuye: Unga ungenziwa upilile na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYesu embona lowo elele, esazi ukuba uselenexesha elikhulu enjalo, uthi kuye, Uyafuna na ukuba uphile?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYesu embona lowo elele, esazi ukuba uselenexesha elikhulu enjalo, uthi kuye, Uyafuna na ukuba uphile?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi uYesu akuyibona ilele apho, esazi nokuba selinexesha elide igula, wathi kuyo: “Uyafuna na ukuphila?”