John 5:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati umlwelwe kuye ukupendula: Nkosi! andinamntu wokuti, xeshekweni azanyazanyiswa amanzi, andihlisele ecibini: kodwa nxa ndizayo mna, omnye uyandipangela ukuhla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula umlwelwe wathi, Nkosi, andinamntu wokuthi, xa athe agxojwagxojwa amanzi, andiphose echibini. Kuthi ke, ndakubon ukuba mna ndiyaya, ndiphangelwe ngomnye ukuhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula umlwelwe wathi, Nkosi, andinamntu wokuthi, xa athe agxojwagxojwa amanzi, andiphose echibini. Kuthi ke, ndakubon’ ukuba mna ndiyaya, ndiphangelwe ngomnye ukuhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Saphendula isigulane sathi: “Nkosi, andinamntu wakundifaka echibini akuba amanzi egxobhekile. Ndithi ndisazama ukungena, ndisuke ndiphangelwe ngomnye.”