John 5:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waselesenziwa epilile kwa oko umntu lowo, wapata uku̔ko lwake, wahamba. Kekaloku ibiyisabata ngemini leyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Usuke kwaoko waphila umntu, waluthabatha ukhuko lwakhe, wahamba. Ke kaloku kwakuyisabatha loo mini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Usuke kwaoko waphila umntu, waluthabatha ukhuko lwakhe, wahamba. Ke kaloku kwakuyisabatha loo mini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi kwangoko waphila loo mntu, waluthatha ukhuko lwakhe, wahamba-hamba. Oku kwênzeka *ngoMhla wokuPhumla,