John 6:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni ke bebehluti, wati kubadisipile bake: Butani amaqezu aseleyo, ukuze kungalahleki nto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakuhlutha ke, uthi kubafundi bakhe, Buthani amaqhekeza aseleyo, ukuze kungonakali nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakuhlutha ke, wathi kubafundi bakhe, Buthani amaqhekeza aseleyo, ukuze kungonakali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakuhlutha abantu, uYesu wathi kubafundi bakhe: “Qokelelani okuseleyo. Makungabikho nentwana emoshakalayo.”