John 6:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kumlandela isihlwele esikulu, kuba bebebona imimangaliso yake abeyenza pezu kwababesifa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayelandelwa ke sisihlwele esikhulu, ngokuba babebona imiqondiso yakhe, abeyenza kwababesifa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayelandelwa yindimbane enkulu, kuba yayiyibona imiqondiso yakhe abeyenza kwabafayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayelandelwe sisihlwele esikhulu, kuba abantu babeyibonile imiqondiso awayenzayo ngokuphilisa abagulayo.