John 6:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yesu wenyukela entabeni apo, wahlala pantsi kona ndawonye nabadisipile bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, wenyuka uYesu waya entabeni, wahlala phantsi khona nabafundi bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYesu wenyuka intaba, waza wahlala phantsi nabafundi bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wenyuka endulini, waza wahlala phantsi nabafundi bakhe.