John 6:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndihlile ezulwini, kungekukuba ndiyenze intando yam, kukuba ndiyenze intando yalowo wanditumayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba ndihle emazulwini, ndingaze kwenza ukuthanda kwam;ndize kwenza ukuthanda kwalowo wandithumayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngokuba ndihle emazulwini, ndingaze kwenza ukuthanda kwam; ndize kwenza ukuthanda kwalowo wandithumayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba ndehla ezulwini ndingezanga kwenza eyam intando, koko ndize kwenza intando yalowo wandithumayo.