John 6:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andula aṙoṙa ama‐Juda ngaye, kuba ebete: Mna ndisiso isonka esehlayo ezulwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ayemkrokrela ngoko amaYuda, ngokuba wathi, Ndim isonka, esi sehlayo emazulwini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ayemkrokrela ngoko amaYuda, ngokuba wathi, Ndim isonka, esi sehlayo emazulwini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aza amaJuda ambombozela, kuba uYesu ethe nguye isonka esehla sivela ezulwini,