John 6:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Yesu wapakamisa amehlo ake, wabona ukuba isihlwele esikulu siyeza kuye, wati ku‐Filipi: Siya kutenga pina izonka, ukuze batye aba?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ewaphakamisile ngoko uYesu amehlo akhe, ebone isihlwele esikhulu sisiza kuye, wathi kuFilipu, Sozithenga phi na izonka, ukuze badle aba?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ewaphakamisile ngoko uYesu amehlo akhe, ebone isihlwele esikhulu sisiza kuye, wathi kuFilipu, Sozithenga phi na izonka, ukuze badle aba?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi uYesu akukhangela, wabona isihlwele esikhulu sisiza kuye, waza wathi kuFilipu: “Ngaba sinokusithenga phi na isonka esaneleyo sokutyisa le ndimbane?”