John 6:50 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Siso esi isonka esihlayo ezulwini, sokuba umntu atye kuso, angafi nokufa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isonka sona esihla emazulwini sesi, athi ubani akusidla, angafi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Esi sisonka esihla sivela ezulwini, ukuba umntu akudle, angafi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke sona isonka esihla ezulwini, seso athi ubani akusitya, angafi.