John 6:53 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ngoko kuwo u‐Yesu: Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuni: Ukuba inyama yonyana wesintu aniyityi, negazi lake aniliseli, aninabo ubomi kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ngoko uYesu kuwo, Inene, inene, ndithi kuni, Ukuba anithanga niyidle inyama yoNyana woMntu, nilisele igazi lakhe, aninabo ubomi kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ngoko uYesu kuwo, Inene, inene, ndithi kuni, Ukuba anithanga niyidle inyama yoNyana woMntu, nilisele igazi lakhe, aninabo ubomi kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza uYesu wathi kuwo: “Ndithi kuni, inene, ukuba anithanga niwutye umzimba wakhe *uNyana woLuntu, nilisele negazi lakhe, aninabo ubomi.