John 6:57 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengokuba ubawo opilileyo wanditumayo, nam ndipila ngetuba likabawo; kwa njalo lowo udlayo mna, uya kupila naye ngetuba lam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Njengoko uBawo ophilileyo wandithumayo, ndibe nam ndiphilile ngenxa enoBawo, lowo undidlayo, kwayena uya kuphila ngam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengokuba uBawo ophilileyo wandithumayo, ndibe nam ndihleli ngaye uBawo, lowo undidlayo, uya kuphila ngam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBawo uSobomi wandithuma, ndaza ndangonobomi ngaye. Ngokukwanjalo othe wawutya umzimba wam uya kuba nobomi ngam.