John 6:58 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Siso esi isonka esehlayo ezulwini: kungenjengokuba oyihlo benu batya imana, bafa nokufa: osidlayo esisonka, uya kupila kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Siso eso isonka esehla emazulwini; kungenjengokuba ooyihlo bayidlayo imana, bafa noko. Lowo usidlayo esi sonka, uya kuphila ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Siso eso isonka esehla emazulwini; kungenjengokuba ooyihlo bayidlayo imana, bafa noko. Lowo usidlayo esi sonka, uya kuphila ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Siso ke eso isonka esehla sivela ezulwini; sibe singafani nesiya ooyihlo bâsityayo, baza bafa noko. Osityayo esi sonka wodla ubomi ngonaphakade.”