John 6:61 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Yesu esazi pakati kwake ukuba abadisipile bake bayaṙoṙa ngako oku, wati kubo: Oku kunixakanisa na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, esazi uYesu ngaphakathi kwakhe, ukuba bayakrokra lilo abafundi bakhe, wathi kubo, Kuyanikhubekisa na oku?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Esazi uYesu ngaphakathi kwakhe, ukuba bayakrokra lilo abafundi bakhe, wathi kubo, Kuyanikhubekisa na oku?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wayesazi ukuba abafundi bakhe bayakrokra, waza wathi kubo: “Iyanikhubekisa le ndawo?