John 6:66 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Emveni kwoku abaninzi babadisipile bake baya ngomva, ababi sahamba naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko into eninzi yabafundi bakhe yabuya umva, ayaba sahamba naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukususela ngelo xesha into eninzi yabafundi bakhe yabuya umva, ayaba sahamba naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukususela ngoko into eninzi yabafundi bakaYesu yarhoxa, ayaba sahamba naye.