John 6:67 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ngoko u‐Yesu kubo abalishumi linababini: Nani niyafuna ukumka na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ngoko uYesu kwabalishumi elinababini, Nani nifuna ukumka, yini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ngoko uYesu kwabalishumi elinababini, Nani nifuna ukumka, yini na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke uYesu kwabo bafundi bakhe balishumi elinambini: “Nithini na nina? Ngaba nani nifuna ukumka?”