John 6:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Filipi ukumpendula: Izonka ezimelwa zidenari zimakulu mabini azibanele, ukuze bonke ngabanye batabate intwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UFilipu wamphendula wathi, Izonka zeedenariyo ezimakhulu mabini azibanele, ukuze elowo athabathe intwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uFilipu wamphendula wathi, Izonka zeedenariyo ezimakhulu mabini azibanele, ukuze elowo athabathe intwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula uFilipu, wathi: “Ngathi nesonka samakhulu amabini eerandi asingekhe sanele okokuba wonke okhoyo afumane iqhekezana.”