John 6:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuko umfana apa, onezonka zeṙalasi zihlanu nentlanzi zimbini; koko ezi ziyinto nina pakati kwabaninzi kangaka?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kukho nkwenkwana apha, inezonka ezihlanu zerhasi neentlanzi ezimbini; kodwa ke ziyintoni na ezo kwabangakanana?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kukho nkwenkwana apha, inezonka ezihlanu zerhasi neentlanzi ezimbini; kodwa ke ziyintoni na ezo kwabangakanana?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kukho inkwenkwana apha enezonka ezihlanu zerhasi, neentlanzi ezimbini; kodwa kuyintoni na oko kule nginginya yabantu?”