John 7:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
EMVENI kwezizinto ke wabehamba u‐Yesu e‐Galili: ngokuba ebengavumi ukuhamba e‐Judeya, kuba ama‐Juda ebefuna ukumbulala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emveni kwezi zinto, wayehamba uYesu kwelaseGalili; kuba ebengathandi ukuhamba kwelakwaYuda; ngokuba amaYuda ebefuna ukumbulala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emveni kwezi zinto, wayehamba uYesu kwelaseGalili; kuba ebengathandi ukuhamba kwelakwaYuda; ngokuba amaYuda ebefuna ukumbulala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uYesu wehla enyuka neGalili. Wayengathandi ukuya kwelakwaJuda, kuba amaJuda ayefuna ukumbulala.