John 7:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba umntu uyavuma ukuyenza intando yake, uya kwazi ngayo imfundiso yam, ukuba ivela kutixo, ukuba nditeta ngokwam, kusinina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba kukho othi afune ukukwenza ukuthanda kwakhe, woyazi imfundiso le: ukuba iphuma kuThixo, nokuba mna ndithetha okukokwam, kusini na.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba kukho othi afune ukukwenza ukuthanda kwakhe, woyazi imfundiso le: ukuba iphuma kuThixo, nokuba mna ndithetha okukokwam, kusini na.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo uyenzayo intando kaThixo, uya kuqonda ukuba andithethi okukokwam, koko ndifundisa okuphuma kuThixo.