John 7:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Mosesi akaninikanga umteto na? kanti akuko namnye kuni owenzayo umteto. Yinina ukuba nifuna ukundibulala?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umthetho aniwunikelwanga na nguMoses? Kanti ke akukho namnye kuni uwugcinayo umthetho; yini na ukuba nifune ukundibulala?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umthetho aniwunikelwanga na nguMoses? Kanti ke akukho namnye kuni uwugcinayo umthetho; Yini na ukuba nifune ukundibulala?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akaniwiselanga umthetho na uMosis? Kanti akukho namnye kuni uwuthobeleyo. Kungani na ukuba nifune ukundibulala?”