John 7:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti nanku eteta ngokukalipa, bengati luto kuye noko. Kanene abapati baqinisile ukwazi na ukuba lo unguye u‐Kristu ngenyaniso?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Niyabona, uthetha ngokuphandle, abathethi nto kuye; bangaba kanti na ke bayazi okwenyaniso abaphathi, ukuba lo nguye uKristu okwenyaniso?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niyabona, uthetha ngokuphandle, abathethi nto kuye; bangaba kanti na ke bayazi okwenyaniso abaphathi, ukuba lo nguye uKristu okwenyaniso?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti nanko ethetha ekuhleni, kungekho bani ubhekisa nento le kuye! Ngaba iinkokheli ziqondile okokuba ngokwenyani lo *nguKrestu?