John 7:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko lo simazi ukuba uvela pina; kodwa u‐Kristu okuya afikayo, akuko mntu owaziyo ukuba uvela pina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thina siyamazi lo apho avela khona; xa sukuba ke uKristu esiza, akukho namnye uya kumazi apho avela khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thina siyamazi lo apho avela khona; xa sukuba ke uKristu esiza, akukho namnye uya kumazi apho avela khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Angathini na lo ukuba nguKrestu simazi nje apho avela khona? UKrestu akufika akuyi kubakho bani waziyo apho avela khona.”