John 7:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ndiyamazi mna; ngokuba ndivela kuye, kanjalo yena wandituma.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ke ndiyamazi; ngokuba ndivela kuye, waye yena endithumile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke mna ndiyamazi; ngokuba ndivela kuye, waye yena endithumile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa mna ndiyamazi, kuba ndivela kuye, ndithunywe nguye.”